Iindawo Zokurenta Inyanga eDannemora

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Schuyler Falls
Indlu yamaplanga etofotofo
15 Jan – 12 Feb
Yi$1 727 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-382
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Plattsburgh
Igumbi lokulala elitsha, eliqhelekileyo eliyi-1 kwidolophu yasePltsburgh
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 425 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Clintonville
Iflethi okanye indlu ekwicomplex epholileyo
17 Feb – 17 Mat
Yi$1 470 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Clintonville
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamabali amabini atofotofo
27 Nov – 25 Dis
Yi$1 429 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-225

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.