Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDarley Dale

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Derbyshire
I-River Cottage Studio kufuphi neChatsworth Peak District
2–30 Dis
Yi$2 898 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Derbyshire
I-Annexe - i-Belle Vue House
2–30 Sep
Yi$1 996 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-159
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bonsall
Ii-cobbles - Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwicomplex, eBonsall
22 Jan – 19 Feb
Yi$1 731 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-228
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Darley Bridge
Indawo yokuhlala eyakhiwe ngamatye eqaqambileyo nethandekayo - ifanele izinja
11 Nov – 9 Dis
Yi$3 757 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDarley Dale

Square and Compassbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Darley Dale Fish Barbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Barringtonsbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.