Iindawo Zokurenta Inyanga eDarmanesti

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu yamaplanga e-Sălătruc
indlu yeholide eyakhiwe ngamaplanga i-lacai
24 Mey – 21 Jun
Yi$1 350 ngenyanga
4.75 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4
ISuperhost
Iflethi e-Onești
Isitudiyo esinobugcisa esinendawo yokupaka esimahla
29 Aga – 26 Sep
Yi$907 ngenyanga
4.5 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Bacău
Indlu ekuthiwa yiKub House etofotofo 1
21 Mat – 18 Epr
Yi$1 189 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-59
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Onești
Indlu enamagumbi okulala ayi-1 kunye negumbi lokuhlala e-Onesti.
9 Jun – 7 Jul
Yi$1 169 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-9

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.