Iindawo Zokurenta Inyanga eDaržininkai

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-ežero g. 32
Indlu esemaphandleni enendawo yokubasa nesauna
27 Feb – 27 Mat
Yi$721 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-121
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Senamiestis
Igumbi lokulala elinye elikwigumbi lokulala
10 Okt – 7 Nov
Yi$711 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vilnius
Iflethi okanye indlu ekwicomple
5 Aga – 2 Sep
Yi$924 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-179
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Vilnius
Ibitofotofo kakhulu! Imizuzu eyi-15 ukuya embindini wedolophu nakwisikhululo seenqwelomoya!
11 Epr – 9 Mey
Yi$830 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-60

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.