Iindawo Zokurenta Inyanga eDasmarinas City

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dasmariñas
Furnished Studio@Green2 Pool+Wi-Fi 100Mbps+Netflix
29 Okt – 26 Nov
Yi$928 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Dasmariñas
Evelyn's Suites @ Green 2 Residences with Netflix!
5 Okt – 2 Nov
Yi$1 031 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14
ISuperhost
I-townhouse e-Dasmariñas
I-Keena 's Staycation - imizuzu eyi-5 ukusuka kwi-SM Dasmariñas!
26 Nov – 24 Dis
Yi$1 130 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-27
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dasmariñas
Istudiyo esitofotofo nesicocekileyo: I-Wifi yasimahla/i-Netflix/Indawo yokupaka
23 Aga – 20 Sep
Yi$696 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-89

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDasmarinas City

robinsons pala-palabayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
SM City Dasmarinasbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Robinsons Dasmabayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Orchard Golf and Country Clubbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kadiwa Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Puregoldbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.