Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDecker

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Kingston
Imiqolomba Efihliweyo
10 Jul – 7 Aga
Yi$2 312 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-249
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Pigeon
Ubumnandi, amagumbi okulala ayi-2 phezulu Iflethi okanye indlu ekwicomplex
6 Mat – 3 Epr
Yi$1 736 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-102
ISuperhost
Indlu e-Pigeon
Ukuya Emntla weNorth Getaway! Unyaka wonke, ibhafu enamanzi ashushu ephandle.
22 Epr – 20 Mey
Yi$2 455 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Flint
I-Mott Park Carriage House
23 Okt – 20 Nov
Yi$1 258 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-747

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.