Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDevonport

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Devonport
I-Madden Cottage
15 Mey – 12 Jun
Yi$1 633 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Devonport
I-Manse - ikofu , iincwadi kunye nelamuni
23 Jun – 21 Jul
Yi$2 801 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Devonport
Eyona ndawo intle eDevonport (iyonke iflethi yabantu ababini).
6 Aga – 3 Sep
Yi$1 949 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Devonport
I-Coles Beach Hideaway
2–30 Aga
Yi$2 190 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDevonport

Spirit of Tasmania Boardingbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Lanewaybayi 23 abantu basekuhlaleni abayincomayo
McDonald's Devonportbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kmart Devonportbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mersey Bluff Lighthousebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Woolworths Devonportbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.