Iindawo Zokurenta Inyanga eDos Hermanas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dos Hermanas
Indawo yokupaka etofotofo, esimahla, i-wifi. VFT/SE/02087.
3–31 Mey
Yi$2 086 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dos Hermanas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enelanga onokuyonwabela eSev
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 561 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-87
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dos Hermanas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex enamagumbi okulala ayi-2 ne-wifi. Oodade ababini
4 Jun – 2 Jul
Yi$1 570 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dos Hermanas
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekufutshane neS
29 Aga – 26 Sep
Yi$2 554 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-14

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDos Hermanas

Sevilla Factorybayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alqueria Dos Hermanas Parkbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Los Baltazaresbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.