Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDouglas

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Douglas
Reayrt y Vaie
12 Dis – 9 Jan
Yi$3 671 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-131
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Laxey
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engasel
10 Dis – 7 Jan
Yi$3 455 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-218
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Douglas
I-Douglas Promenade 2 Bed Apartment ~ Full Seaview
26 Nov – 24 Dis
Yi$2 945 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-40
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Douglas
Iflethi esembindini yabucala, entle, isitayela. Indawo yakho yokupaka.
25 Dis – 22 Jan
Yi$3 416 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-95

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDouglas

Villa marinabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Best Western Palace Hotel Casinobayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jak's Bar & Steakhousebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Shopritebayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum kaManxbayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Barbary Coast Grill & Barbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.