Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown, Greensboro

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Downtown Greensboro
I-King Bed-Hannan Windows-Heart of Downtown Greensboro
2–30 Jun
Yi$3 118 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Greensboro
Ukuhlala okuthandekayo 2br/1b - 5min ukuya kwi-GAC & Coliseum
5 Aga – 2 Sep
Yi$1 707 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Downtown Greensboro
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esezantsi ed
3 Epr – 1 Mey
Yi$2 163 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-341
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Downtown Greensboro
Downtown Remodeled 1906 Queen Anne
13 Aga – 10 Sep
Yi$2 054 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-270

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown, Greensboro

Steven Tanger Center for the Performing Artsbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Carolina Theatrebayi 37 abantu basekuhlaleni abayincomayo
International Civil Rights Center & Museumbayi 126 abantu basekuhlaleni abayincomayo
First National Bank Fieldbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Greensboro Grasshoppersbayi 49 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dame's Chicken & Wafflesbayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.