Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown, Norfolk

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu encinci e-Norfolk
Indlu esemaphandleni ekuthiwa yiBay Getaway
26 Feb – 28 Mat
Yi$1 240 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Norfolk
I-Guesthouse yakho wedwa, i-Ghent/Downtown kufuphi ne-ODU, i-EVMS
28 Okt – 25 Nov
Yi$2 952 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-544
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Portsmouth
Eyona ndawo ithandwayo e-Olde Towne Portsmouth
27 Jul – 24 Aga
Yi$1 612 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Norfolk
Iflethi yesitrato i-Cobblestone eneendawo eziphezu kophahla!
11 Sep – 9 Okt
Yi$3 321 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-211

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown, Norfolk

MacArthur Centerbayi 154 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The NorVabayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chrysler Museum of Artbayi 184 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Chrysler Hallbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Harrison Opera Housebayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Freemason Abbey Restaurantbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.