Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown, Tulsa

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Downtown Tulsa
Indawo..Indawo..Indawo! Iflethi Epholileyo Yangoku
12 Jul – 9 Aga
Yi$2 460 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Downtown Tulsa
I-Charming Tulsa Suite, i-Downtown Tulsa kufuphi ne-Bok
6 Epr – 4 Mey
Yi$2 431 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Downtown Tulsa
I-Studio condo enembonakalo yepuli kwidolophu yaseTulsa
27 Okt – 26 Nov
Yi$1 435 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Downtown Tulsa
Downtown River View High Rise Condo
5 Sep – 5 Okt
Yi$2 323 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown, Tulsa

I-Center yeBOKbayi 117 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cain's Ballroombayi 80 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isakhiwo sonyakabayi 66 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Guthrie Greenbayi 94 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Center for Performing Arts Center eTulsabayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Mayo Hotelbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. United States
  3. EOklahoma
  4. Tulsa County
  5. Tulsa
  6. Downtown
  7. Iindawo Zokurenta Inyanga