Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDowntown Vancouver, EVancouver

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Downtown Vancouver
Entire cute condo full of art for 2
13 Mey – 10 Jun
Yi$2 082 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-West End
I-Elegance kunye neNdawo yeDowntown Vancouver
11 Feb – 13 Mat
Yi$2 220 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Mt. Pleasant
*ENTSHA * 1BR Ilali yeOlimpiki! I-Patio, Ukupaka
20 Mat – 21 Epr
Yi$2 573 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Downtown Vancouver
I-Downtown Vancouver Studio
26 Dis – 25 Jan
Yi$2 544 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDowntown Vancouver, EVancouver

Canada Placebayi 433 abantu basekuhlaleni abayincomayo
BC Placebayi 418 abantu basekuhlaleni abayincomayo
False Creekbayi 101 abantu basekuhlaleni abayincomayo
CF Pacific Centrebayi 571 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Granville Island Public Marketbayi 470 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Vancouver Art Gallerybayi 1 154 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.