Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eVictoria

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Victoria
Long term living in the heart of Victoria!
27 Epr – 27 Mey
Yi$1 856 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Downtown Victoria
I-Victoria City Relaxing Downtown WaterView Harbour
24 Epr – 22 Mey
Yi$2 772 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-Downtown Victoria
Iloft enesitayile esiphezulu kwiHotele Yembali
10 Mat – 9 Epr
Yi$2 593 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Downtown Victoria
1BR City Oasis w/ Ocean & Mountain Views, Parking
4 Aga – 3 Sep
Yi$2 467 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseVictoria

Iphakamisa Fisherman's Wharfbayi 255 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Royal BC Museumbayi 534 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Beacon Hill Parkbayi 503 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Downtown Victoriabayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hillside Shopping Centrebayi 78 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Legislative Assembly of British Columbiabayi 218 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.