Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eDrochtersen

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Drochtersen
I-Ritschermoor, idyll phakathi kwe-Elbe neMoorwiesen
9 Nov – 7 Dis
Yi$1 698 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gribbohm
Iflethi ephakathi kweNOK neWacken
27 Epr – 25 Mey
Yi$468 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Kollmar
Indlu etofotofo kwidyke enegadi yeapile
22 Jan – 19 Feb
Yi$1 546 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Haselau
Umphezulu wophahla kunye ne-sauna yomphanda
21 Okt – 18 Nov
Yi$2 231 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDrochtersen

Bistro Nettchenbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Isivivinyo se-Grauerortbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gasthaus "Der Kleine Heinrich"bayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Strandfloh Bielenbergbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Glückstadtbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Krautsand Strandbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.