Iindawo Zokurenta Inyanga eDuck Lake

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Olivet
Cozy B&B Vintage Charm! By Marshall 5 min to I-69
2–30 Nov
Yi$2 321 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-286
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jackson
Wamkelekile kwindawo ❋ ENTLE iWillow leaf!
1–29 Jun
Yi$2 252 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Parma
Hlala Kwi-Old Train Depot - Isikhululo seGidley!
22 Sep – 20 Okt
Yi$2 082 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-329
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Jackson
Great 1 bed apartment near hospital / downtown!
8 Jul – 5 Aga
Yi$1 367 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.