Iindawo Zokurenta Inyanga eDummerston

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dummerston
I-HeART Barn Retreat
14 Epr – 12 Mey
Yi$2 419 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-151
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Dummerston
kwikkwik kwik
11 Mey – 8 Jun
Yi$2 403 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-366
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Putney
Indawo Yokugcina Uloliwe Epholileyo ePutney Vermont
30 Jun – 28 Jul
Yi$2 685 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-305
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Marlboro
I-Southern Vermont Sweet Spot
21 Sep – 19 Okt
Yi$1 762 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDummerston

Putney Food Co-opbayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Curtis' All American Bar-Be-Quebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dummerston Covered Bridgebayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Scott Farm Orchardbayi 13 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walker Farmbayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Williamsville Eaterybayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.