Iindawo Zokurenta Inyanga eDunboyne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Swords
I-Mazebil yinxalenye Yendlu yethu yabucala
22 Jan – 19 Feb
Yi$2 109 ngenyanga
4.91 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-455
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Harold's Cross
Umgangatho wokuqala owonwabisayo. kwindawo yaseDublin D6.
29 Jun – 27 Jul
Yi$2 097 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-137
ISuperhost
Iflethi e-Trim
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle enendawo yokupaka
8 Epr – 6 Mey
Yi$1 845 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-129
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-County Meath
Indawo yale mihla imizuzu eyi-20 ukusuka kwisikhululo seenqwelo-moya saseDub
10 Jan – 7 Feb
Yi$3 352 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-63

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDunboyne

Slevin'sbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Bucca Dunboynebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Brady'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Ireland
  3. County Meath
  4. Meath
  5. Dunboyne
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga