Iindawo Zokurenta Inyanga eDundee

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Saline
I-Cozy Mid Century Ranch Kwindawo Ezolileyo
24 Jan – 21 Feb
Yi$1 691 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-207
Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-Carleton
Zasemaphandleni, ikhaya lasemaphandleni. Kufuphi ne-Metro Airport.
11 Jan – 8 Feb
Yi$2 187 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-136
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Toledo
Cozy One Bedroom Lower Unit with Kitchenette
31 Jan – 28 Feb
Yi$1 555 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-355
Ithandwa zindwendwe
I-loft e-Tecumseh
I-August Company Suite
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 476 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-143

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDundee

Cabela'sbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Social House 103bayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
St. Julian Winery - Dundee Tasting Roombayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.