Iindawo Zokurenta Inyanga eDüsseldorf

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Düsseldorf
iflethi okanye indlu ekwicomplex kufutshane nesikhululo esi
16 Feb – 16 Mat
Yi$1 221 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Düsseldorf
I-Düsseldorf Gcwalisa iflethi 45 m² U-Bahn kufuphi ne-A46
14 Mat – 11 Epr
Yi$1 394 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Düsseldorf
Indawo encinci entle
9 Feb – 9 Mat
Yi$1 279 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Düsseldorf
Iflethi okanye indlu ekwicomplex yale mihla ekwindawo esembindini
15 Aga – 12 Sep
Yi$1 612 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseDüsseldorf

MERKUR SPIEL-ARENAbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Altstadtbayi 421 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Centre ye-Convention ye-Düsseldorfbayi 165 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Rheinpark-Center Neussbayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Düsseldorf Central Stationbayi 189 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Rhine Towerbayi 107 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.