Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eCologne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Köln
Undwendwe kwisitrato esihle kakhulu sase-Ehrenfeld
13 Jul – 10 Aga
Yi$1 408 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Köln
Ixesha - Iflethi
Yi$1 158 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Cologne
TOPredeveloped isakhiwo sesintu
Yi$2 356 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Köln
Studio-Apartment im beliebten Belgischen Viertel
15 Jul – 12 Aga
Yi$1 543 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseCologne

Lanxess Arenabayi 123 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Koelnmessebayi 79 abantu basekuhlaleni abayincomayo
RheinEnergieStadionbayi 97 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Museum ye-Chocolate ye-Colognebayi 273 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Alter Marktbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
AQUALAND Freizeitbadbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.