Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEdinbane

Zive usekhaya kwiindawo ezifanelekileyo ukuba uhlale inyanga okanye ixesha elide kunelo

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Edinbane
Indlu Yamaplanga Ebonakala Ngaselwandle
10 Feb – 9 Mat
Yi$2 083 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Edinbane
21 Upper Edinbane
11 Nov – 9 Dis
Yi$3 615 ngenyanga
Indlu esemaphandleni e-Edinbane
Lower Glen Cottage - Sea View Escape, Isle of Skye
12 Mat – 9 Epr
Yi$6 627 ngenyanga
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Portree
indigo - Traditional Croft House in Edinbane
7 Feb – 6 Mat
Yi$5 053 ngenyanga

Iindawo Zokurenta Inyanga KuAirbnb

Izinto ezikwenza uzive usekhaya

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo zokuhlala ixesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo

Ukusebenza kwenziwe kwalula - fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex othatha ngokungena kuzo ezilungele abasebenzi, abantu abafuduke ngenxa yentlekele nabanye ekufuneka bafuduke.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEdinbane

Edinbane Innbayi 46 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Edinbane Lodgebayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Edinbane Potterybayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.