Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Hijo Pródigo

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Playa del Carmen
I-Kingsize 1bdr apartment Deck&pool 3.
21 Jun – 19 Jul
Yi$1 254 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-145
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Quintana Roo
Uxolo kunye nemizuzu emi-3 uhamba ngeenyawo ukuya elunxwemeni
29 Jul – 26 Aga
Yi$3 530 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-19
ISuperhost
Iflethi e-Playa del Carmen
Ivulekile i-condo elunxwemeni lwesanti emhlophe w/ ukucocwa kwendlu
4 Dis – 1 Jan
Yi$4 663 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-34
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Playa del Carmen
Furnished modern studio - 3M
11 Jul – 8 Aga
Yi$950 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-10

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.