Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Mas Boscà

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Roses
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwindlela kaRosas bay neDalí.
14 Okt – 11 Nov
Yi$1 410 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-200
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Roses
Iflethi okanye indlu ekwicomplex engaselwandle, i-terrace negadi, i-
25 Jan – 22 Feb
Yi$2 365 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-127
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Roses
Iflethi okanye indlu ekwicomplex Edificio la Masia
16 Mey – 13 Jun
Yi$1 677 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-107
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-El Mas Fumats
Isitudiyo esithuleyo eRosas, eCosta Brava.
14 Jan – 11 Feb
Yi$2 417 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-114

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.