Iindawo Zokurenta Inyanga eEl-Mu'alaqa, Hadera

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu enendawo yokuphola e-Givat Nili
Indlu Enendawo Yokuphola Yokwenza Iwayini Kwindalo
28 Sep – 26 Okt
Yi$3 018 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
ISuperhost
Indlu engasemva e-Pardes Hanna-Karkur
Igadi entle eluhlaza. UBUGCISA. Indawo entle.
11 Mey – 8 Jun
Yi$2 887 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-138
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Timrat
Iloft entle kwindalo
14 Nov – 12 Dis
Yi$2 413 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Hadera
Iflethi okanye indlu ekwicomplex emangalisayo embindini wedolophu
26 Sep – 24 Okt
Yi$2 328 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-206

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.
* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.