Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Palmar de Vejer

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu enevaranda e-El Palmar
I-Luca. Indlu enevaranda emangalisayo elunxwemeni
18 Okt – 15 Nov
Yi$2 065 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Vejer de la Frontera
Istudiyo esitofotofo ePlaya del Palmar
1–29 Okt
Yi$1 606 ngenyanga
ISuperhost
Indlu e-Conil de la Frontera
Indlu entle eConil. I-WIFI. VFT/CA/01242
3 Feb – 3 Mat
Yi$1 059 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Caños de Meca
I-Varadero Beach Penthouse ★★★★★ (Caños de Meca)
17 Jan – 14 Feb
Yi$2 015 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEl Palmar de Vejer

Cervecería El Palmarbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante La Torrebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Carterobayi 22 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Dolce Vita Ristorantebayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurante El Alférezbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Casa Reyesbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.