Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Pueblito

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Santiago de Querétaro
I-Hermosa suite ks
1–29 Jul
Yi$545 ngenyanga
4.8 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-148
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Santiago de Querétaro
I-Casa Angel Wi-Fi ekwenza uzive uthe zava xa uza kuhlala iofisi ixesha elifutshane
25 Mat – 22 Epr
Yi$706 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-239
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Santiago de Querétaro
Igumbi Elihle Lendlu nendawo yokuhlala etofotofo!
18 Epr – 16 Mey
Yi$554 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-23
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Estancia
Iflethi okanye indlu ekwicomplex etofotofo kumgangatho osezantsi, enazo
11 Mat – 8 Epr
Yi$621 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-25

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEl Pueblito

Premium Outlets Querétarobayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Cinépolis Plaza Esferabayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Plaza of Bullsbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Plaza Candilesbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iphakamisa yezihlahla ze-Haciendabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Walmart Pueblitobayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.