Iindawo Zokurenta Inyanga eEl Tarter

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Encamp
Apartament Funicamp Wifi & yokupaka HUT2-006045
9 Jul – 6 Aga
Yi$1 696 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Incles
Indawo Yokuphumla Entabeni | 2BD Duplex | Indawo Yokupaka yasimahla
29 Okt – 26 Nov
Yi$2 994 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-El Tarter
Iflethi enendawo yokupaka esimahla kumathambeka okutyibilika ekhephini
3–31 Mey
Yi$2 013 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Canillo
Modern Blue Studio | Valle Incles | Free Parking
11 Epr – 9 Mey
Yi$2 057 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEl Tarter

L'Abarset Après-Ski Grandvalirabayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Restaurant Abarsetbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dylan'sbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.