Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEldorado Springs

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Golden
Inqaba Ngamafu - Jacuzzi Tub
30 Dis – 27 Jan
Yi$2 078 ngenyanga
4.83 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-381
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Evergreen
Sweet Chalet Suite — Walk to Downtown
10 Jun – 8 Jul
Yi$1 407 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-188
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nederland
I-Serene Equine Mountain Escape
14 Epr – 12 Mey
Yi$1 627 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
ISuperhost
Indlu e-Boulder
Indlu esemaphandleni ethe cwaka kwintloko yendlela.
7 Mat – 6 Epr
Yi$3 628 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-3

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEldorado Springs

Flatirons Vista Trailheadbayi 24 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eldorado Canyon State Park Visitor Centerbayi 25 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marshall Mesa Trailheadbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
South Mesa Trailheadbayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Eldorado Springs Resort & Pool - Closed for Summer 2019bayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Doudy Draw Trailheadbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.