Iindawo Zokurenta Inyanga eElenitė

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sveti Vlas
Ferienwohnung mit Meerblick!
24 Sep – 22 Okt
Yi$377 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Elenite
Elenite Cozy Studio (Until April big discount)
20 Sep – 18 Okt
Yi$639 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-7
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sveti Vlas
Isitudiyo esitofotofo esinendawo yokubuka ulwandle eyi-200 m
22 Okt – 19 Nov
Yi$488 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-15
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sunny Beach
Schicke Deluxe Wohnung in Sunny Beach
19 Dis – 16 Jan
Yi$555 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-4

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseElenitė

Aqua Park Atlantidabayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Zora Summerbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Elenite Holiday Villagebayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.