Iindawo Zokurenta Inyanga eElkosh

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu encinci e-מעלות תרשיחא
Ngasentla kweenduli ...indawo emangalisayo nethuleyo
30 Mey – 27 Jun
Yi$1 209 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-372
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Haluts
Ukubona isitudiyo sendalo
1–29 Epr
Yi$1 519 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-176
ISuperhost
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Rosh Pina
Umva weyadi
5 Mey – 2 Jun
Yi$886 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-123
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kfar Vradim
Iflethi Eyilwe Kfar Vradim
3 Jun – 1 Jul
Yi$2 243 ngenyanga
4.89 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.