Iindawo Zokurenta Inyanga eEllenville

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Ellenville
Walkable Village Apt w/Views, Wi-Fi + Nearby Hikes
17 Mey – 14 Jun
Yi$2 240 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-110
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Kerhonkson
Iflethi Yabucala ekwindlu Yakudala enamanyathelo okuya eKerhonkson.
29 Jul – 26 Aga
Yi$1 909 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-119
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Bullville
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ekwindawo eneminyaka eyi-120 ubudala enezinto ezininzi
27 Sep – 25 Okt
Yi$1 688 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Accord
Indlu Esemaphandleni Enomtsalane Kwindlela Yasefama
11 Mat – 8 Epr
Yi$1 844 ngenyanga
4.88 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-209

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEllenville

Isahluko seSam's Point Area yaseMinnewaska State Park Preservebayi 111 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ice Cavesbayi 21 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gaby's Cafebayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
ShopRite of Ellenvillebayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Honor's Haven Resort & Spabayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Aroma Thyme Bistrobayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.