Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eEminönü

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Istanbul
Indlu ekuthiwa yi-Sea View Studio e-Goldenylvania
19 Nov – 17 Dis
Yi$1 330 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-126
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-EIstanbul
Ukubuka ulwandle Indlu Ekwicomplex Yentsapho
2 Sep – 4 Okt
Yi$1 565 ngenyanga
4.81 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-124
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Tomtom
Modern flat with Bosphorus view near Galata
Yi$1 459 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Cihangir
I-compact Pink Studio | I-Milda Suites
2–30 Mat
Yi$617 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-57

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseEminönü

Isibhulali saseGalatabayi 147 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Imarike ye-Egyptbayi 439 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mosque yeSuleymaniyebayi 211 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Yerebatan Palacebayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Vefa Bozacisibayi 32 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Mosque ye-Lalelibayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.