Iindawo Zokurenta Inyanga eFårö

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Gotland N
Igumbi eFårö, kwindlu yakho, kufutshane nolwandle
24 Jan – 21 Feb
Yi$3 000 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-118
Ithandwa zindwendwe
Indawo yokuhlala e-Gotland N
Ukubuka ichibi elikhethekileyo kunye neendawo ezintle zendalo
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 890 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-196
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Visby
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle ekwicomple
24 Mat – 21 Epr
Yi$1 061 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-241
ISuperhost
Indlu esemaphandleni e-Gotland N
I-Fårö - Tranquillity - Solitude
6 Okt – 3 Nov
Yi$1 620 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-112

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.