Iindawo Zokurenta Inyanga eFernie

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Fernie
Isihlomelo Esilula
18 Mat – 15 Epr
Yi$2 082 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-337
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Fernie
Indlu esemaphandleni Enkulu
8 Mey – 5 Jun
Yi$1 744 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-264
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Fernie
Ski (or bike) in/out condo, sleeps 4, pool/hottub
28 Sep – 26 Okt
Yi$1 919 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-128
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fernie
Silver Rock 2 Bedroom, Spacious
19 Mat – 16 Epr
Yi$3 094 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-173

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFernie

The Loafbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Brickhouse Bar & Grillbayi 43 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yamagoya Sushibayi 70 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mount Fernie Provincial Parkbayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Big Bang Bagelsbayi 38 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Nevadosbayi 62 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.