Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWhitefish

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Columbia Falls
I-Flathead River Retreat- iGlacier Getaway yabantu ababini!
2–30 Aga
Yi$1 775 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Whitefish
Iloft entle yale mihla esedolophini
12 Epr – 10 Mey
Yi$3 112 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Bigfork
Indlu Yamaplanga Yokubona Intaba
16 Mat – 13 Epr
Yi$2 667 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Columbia Falls
I-Guesthouse kaMalusi
6 Epr – 4 Mey
Yi$2 499 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWhitefish

Whitefish Mountain Resortbayi 337 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Lodge at Whitefish Lakebayi 49 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Whitefish Montanabayi 51 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kandahar Lodge at Whitefish Mountain Resortbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Great Northern Bar & Grillbayi 61 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jersey Boys Pizzeriabayi 26 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.