Iindawo Zokurenta Inyanga eFes

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fes
Isitudiyo kunye nethala lakhe labucala! Medina Fez!
7 Jan – 4 Feb
Yi$638 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-284
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Fes
Iflethi +parking.centre Ville Chic ingingqi🌹.
1 Feb – 1 Mat
Yi$1 067 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-54
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fes
Iflethi entsha , egqamileyo neqaqambileyo
20 Jun – 18 Jul
Yi$633 ngenyanga
4.85 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-47
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fes
Résidence oumnia 14
25 Mey – 22 Jun
Yi$726 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-28

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFes

Bab Rcifbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Marjane Supermarketbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Igumbi Elingelesibayi 63 abantu basekuhlaleni abayincomayo
برج فاسbayi 33 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Jnan sbilbayi 35 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The royal palace in Fezbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Morocco
  3. Fez-Meknès
  4. Fes
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga