Iindawo Zokurenta Inyanga eFørde

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Sunnfjord
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entle, umgama wokuhamba ngeenyawo ukuya ed
21 Epr – 19 Mey
Yi$2 126 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Naustdal
I-Helle Gard - Indlu esemaphandleni i-Idyllic fjordside
22 Dis – 19 Jan
Yi$2 062 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Fjærland
Indlu yamaplanga enesiqingatha - Izindlu zamaplanga zeFjærland
8 Okt – 5 Nov
Yi$1 625 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu yamaplanga e-Naustdal
I-Helle Gard - Indlu yamaplanga epholileyo - i-fjord kunye ne-glacier view
18 Sep – 16 Okt
Yi$1 741 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFørde

Scandic Sunnfjordbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Førdehusetbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bamboo Restaurantbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pikant mat- og vinhusbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dolly Dimple's Førdebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Peppes Pizza - Førdebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Norway
  3. Vestland
  4. Førde
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga