Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eFredericton

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fredericton
Suite #3 Downtown Fredericton SuperHost
19 Jan – 16 Feb
Yi$1 247 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Downtown Fredericton
Isitudiyo#2 Emazantsi edolophu, Umbuki Zindwendwe Ophum '
7 Jan – 4 Feb
Yi$1 421 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fredericton
Igumbi lokulala elinye elithandekayo Edolophini
16 Jan – 13 Feb
Yi$1 703 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Fredericton
Iyunithi yegumbi lokulala eliyi-1 elithandekayo - Ngomlambo
9 Mey – 6 Jun
Yi$1 893 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseFredericton

Isitolo saseFredericton Boyce Farmersbayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Delta Hotels by Marriott Frederictonbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Kings Place Mallbayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Corbett Centrebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Atlantic Superstorebayi 20 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Snooty Foxbayi 19 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.