Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eMandurah

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Indlu engasemva e-Halls Head
I-Villa Aqua - Iyunithi yeCanal enechibi, iJetty Neendawo Zokubuka
13 Jun – 11 Jul
Yi$2 184 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Mandurah
The Palladio
26 Epr – 24 Mey
Yi$2 478 ngenyanga
ISuperhost
Indlu engasemva e-Halls Head
Izibini ezithandanayo Ukubuka amanzi kunye neminyango eyi-2 ukuya elunxwemeni
19 Jul – 16 Aga
Yi$1 726 ngenyanga
ISuperhost
Ikhaya leholide e-Halls Head
Beach House @ Seascapes, Mandurah !!
31 Okt – 28 Nov
Yi$1 738 ngenyanga

Fumana Iindawo Eziqeshisayo Zenyanga, Iiflethi Ezinefenitshala, Iindawo Zokuhlala Ixesha Elide Nokungakumbi | uAirbnb

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseMandurah

Mandurah Forumbayi 74 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mandurah Cruisesbayi 64 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mandurah Foreshorebayi 42 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Dolphin Quaybayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Seashells Mandurahbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Oceanic Bar + Grillbayi 47 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.