Iindawo Zokurenta Inyanga eGaißau

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Lutzenberg, Switzerland
Indlu esemaphandleni enezinto ezibaxiweyo
27 Sep – 25 Okt
Yi$2 059 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-243
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arbon, Switzerland
Yonke iflethi okanye indlu ekwicomplex embindini wedolophu endala yaseArbon
15 Sep – 13 Okt
Yi$1 477 ngenyanga
4.92 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-120
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Goldach, Switzerland
Iflethi okanye indlu ekwicomplex esembindini weGoldach
25 Mat – 22 Epr
Yi$1 941 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-149
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Walzenhausen, Switzerland
Igumbi lokuhlambela eliflethi lalamaxesha kunye nekhitshi elincinci
26 Mey – 23 Jun
Yi$2 790 ngenyanga
4.96 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-327

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGaißau

Patagoniabayi 6 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Hu Binbayi 8 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Capresebayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Migros Supermarktbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ausflugsziel Steiniger Tischbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Coop Supermarkt Rheineckbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.