Iindawo Zokurenta Inyanga eGal On

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Ifama e-Kokhav Michael
Ukuhlala efama eMichael Kochav I-complexv Michael Indawo Yokuhlala
9 Jul – 6 Aga
Yi$1 877 ngenyanga
4.78 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-154
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Kiryat Gat
Ababuki zindwendwe be-CRS eKiryat Gat
7 Mey – 4 Jun
Yi$3 890 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-8
ISuperhost
Iflethi e-Kiryat Gat
I-King David Luxury apartment kyriatreon
22 Jan – 19 Feb
Yi$3 062 ngenyanga
4.87 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-30
ISuperhost
Indlu engasemva e-Bet Shemesh
I-Savory Suite
28 Aga – 25 Sep
Yi$1 616 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-13

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.