Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eWisconsin Dells

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Briggsville
I-Lake House kwi-Mason Lake entle
24 Okt – 21 Nov
Yi$2 133 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Wisconsin Dells
Indlu esemaphandleni ephambi kwamanzi eneendawo ezintle
24 Okt – 21 Nov
Yi$2 119 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Poynette
I-Lake Wiscosnin Cozy Cottage
3 Epr – 1 Mey
Yi$2 671 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Wonewoc
Umlambo ompontshwayo we-Air BnB
7 Okt – 4 Nov
Yi$1 979 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo zokuhlala zoosomashishini?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseWisconsin Dells

Wizard Questbayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Mt. Olympus Resorts, Umbumbulu 1bayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Paul Bunyan's Cook Shantybayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Original Wisconsin Ducksbayi 30 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Timbavati Wildlife Parkbayi 11 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Pizza Pubbayi 16 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.