Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGammarth

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-Gammarth
Iflethi okanye indlu ekwicomple
19 Dis – 16 Jan
Yi$1 342 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gammarth
Appartement Cozy -vue sur mer-
19 Okt – 16 Nov
Yi$1 674 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Indlu e-Marsa
I-Marsa Blue Haven: Recharge ngaselwandle"
21 Jan – 18 Feb
Yi$2 045 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-6 rue El Mohallab Ibn Abi Sofra, Gammarth
Studio RoofTop Gammarth
23 Mey – 20 Jun
Yi$614 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGammarth

Four Seasons Hotel Tunisbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Yükabayi 36 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Gammarth Centerbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
The Résidence Tunisbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Billionairebayi 12 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Mouettebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.