Iindawo Zokurenta Inyanga eGarda

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Garda
I-Ca'esteva Promenade - umbono ophakathi nechibi
8 Feb – 8 Mat
Yi$2 429 ngenyanga
4.84 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-165
Ithandwa zindwendwe
Iflethi e-San Zeno
Iflethi okanye indlu ekwicomplex entsha eSan Zeno di Montagna esuka e-Erika
12 Okt – 9 Nov
Yi$1 678 ngenyanga
4.99 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-141
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Garda
Isitudiyo esikhanyayo nesisebenzayo
4 Jan – 1 Feb
Yi$2 059 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Garda
Istudiyo esitsha esikhanyayo nesithandekayo eGarda
Yi$2 106 ngenyanga
4.98 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-106

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGarda

Gardacqua Garda (VR)bayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Osteria al Portobayi 10 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Al Graspobayi 18 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Il Giardino delle Ranebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
lido garda beach cafebayi 15 abantu basekuhlaleni abayincomayo
LA LANTERNAbayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Italy
  3. Veneto
  4. Province of Verona
  5. Garda
  6. Iindawo Zokurenta Inyanga