Iindawo Zokurenta Inyanga eGargrave

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Gargrave
Indlu esemaphandleni engasemlanjeni epholileyo.
26 Dis – 23 Jan
Yi$2 012 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-257
Ithandwa zindwendwe
Igumbi elinomnyango ophumela ngaphandle e-Gargrave
I-Little Dairy Annexe, ukuguqulwa kwenqolobane yenkulungwane ye-18
27 Sep – 25 Okt
Yi$3 336 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-373
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Gargrave
I-Little Dairy Stables, iholide entle yentsapho
12 Okt – 9 Nov
Yi$6 932 ngenyanga
4.97 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-115
Ithandwa zindwendwe
Indlu esemaphandleni e-Gargrave
Indlu Enkulu Eneebhedi eziyi-2 eGargrave
22 Okt – 19 Nov
Yi$4 202 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-135

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGargrave

Masons Arms Public Housebayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Old Swan Innbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Bollywood Cottagebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.