Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLeeds

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Leeds
Indawo efihlakeleyo nehonjiswe kamnandi kufutshane neLeeds City Centre
18 Dis – 15 Jan
Yi$1 073 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Morley
I-Annexe, e-Morley
13 Okt – 10 Nov
Yi$2 360 ngenyanga
ISuperhost
I-loft e-West Yorkshire
I-List2 iHAUS Skyloft
19 Jan – 16 Feb
Yi$2 275 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi e-Armley
Leodis Stylish apartment with free car parking
3–31 Mat
Yi$1 425 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLeeds

First Direct Arenabayi 40 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Roundhay Parkbayi 57 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Trinity Leedsbayi 86 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Royal Armouries Museumbayi 112 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Elland Roadbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-White Rose Shopping Centrebayi 27 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.