Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eLyon

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Lyon
Appartement Lyon 6
4 Jan – 1 Feb
Yi$1 069 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Mulatière
I-studio esimnandi kakhulu ESILUNGISIWEYO KUFUTSHANE nombindi WELYON
16 Jan – 15 Feb
Yi$856 ngenyanga
ISuperhost
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arrondissement 7E
Bail mobilité-Studio meublé Lyon moyen séjour
1 Sep – 1 Okt
Yi$719 ngenyanga
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Arrondissement 5E
Bel appartement avec vue imprenable Fourviere
8 Epr – 6 Mey
Yi$1 469 ngenyanga

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseLyon

Vieux Lyonbayi 869 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place Bellecourbayi 571 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Confluencebayi 307 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Halle Tony Garnierbayi 96 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Place des Terreauxbayi 407 abantu basekuhlaleni abayincomayo
La Part Dieubayi 776 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.