Iindawo Zokurenta Inyanga eGijón

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gijón
Iflethi okanye indlu ekwicomplex ❤️ e-Cimavilla • ♻OZONE♻
3 Nov – 1 Dis
Yi$1 094 ngenyanga
4.93 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-217
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gijón
iflethi yale mihla ene-wiew emangalisayo
14 Jan – 11 Feb
Yi$1 239 ngenyanga
4.94 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-234
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Gijón
Espacioso 3 habitaciones zona Corte Inglés
2–30 Mey
Yi$1 159 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-La Arena
Iflethi ecaleni kolwandle. V.U.T. 3138.AS
9 Okt – 6 Nov
Yi$1 378 ngenyanga
4.86 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-35

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGijón

Universidad Laboralbayi 67 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Luis Adaro Trade Fairbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
El Corte Inglésbayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
I-Playa San Lorenzobayi 122 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Centro Comercial Los Fresnosbayi 17 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Elogio Del Horizontebayi 80 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.
  1. Airbnb
  2. Spain
  3. Asturias
  4. Gijón
  5. Iindawo Zokurenta Inyanga