Dlulela kumxholo

Iindawo Zokurenta Inyanga eGmina Łapsze Niżne

Fumana iindawo eziqeshisayo zexesha elide oba ngathi usekhaya kuzo oza kuhlala inyanga nangaphezulu kuzo.

Xa iziphumo zifumaneka, yihla okanye unyuke ngeqhosha okanye ubuke ngendawo yokucofa.

Iindawo zokurenta inyanga ezikufuphi

Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Nová Lesná, Slovakia
Apartment Maria: Homely Comfort with BBQ House
13 Nov – 11 Dis
Yi$653 ngenyanga
4.9 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-134
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Harklowa
Apartament Vanessa 2
19 Jun – 17 Jul
Yi$1 042 ngenyanga
5.0 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-16
Ithandwa zindwendwe
Iflethi okanye indlu ekwi-complex e-Rzepiska, Poland
Novopolka - "Średni Wierch"
Yi$1 468 ngenyanga
4.82 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-11
Ithandwa zindwendwe
Indlu engasemva e-Poronin
I-Jedynka - igumbi elinye
16 Mat – 13 Epr
Yi$545 ngenyanga
4.95 kumlinganiselo ongumyinge weziyi-5, kwizimvo eziyi-61

Izinto ezinokusetyenziswa nezinto eziluncedo xa kuza kuhlalwa ixesha elide

Iindawo eziqeshisayo ezinefenitshala

Iindawo zokurenta ezinomntu oncedisayo ziquka ikhitshi nezinto onokuzisebenzisa ozidingayo ukuze uhlale kamnandi inyanga nangaphezulu. Yeyona ndawo ifanelekayo endaweni yokuqesha emntwini oqeshisayo.

Ukuba bhetyebhetye kwexesha okudingayo

Khetha olona suku uza kungena ngalo nolo uza kuphuma ngalo uze ubhukishe lula nje kwi-intanethi, ngaphandle kokuzibophelela okongezelelweyo okanye amaphepha ekufuneka uwagcwalise.*

Amaxabiso enyanga alula

Amaxabiso athotyiweyo eendawo eziqeshisayo zeholide zexesha elide nokubhatala kube kanye ngenyanga ngaphandle kweendleko ezongezelelekileyo.*

Bhukisha ngokuzithemba

Ihlolwe yintsapho yethu yeendwendwe enokuthenjwa ibe ufumana uncedo imini nobusuku ngoxa uhleli ixesha elide.

Iindawo onokusebenzela kuzo ezenzelwe abantu abasebenzela endlini nabathanda ukuhamba bencedwa yitekhnoloji

Ungumntu ohamba ngomsebenzi? Fumana indawo yokuhlala ixesha elide ene-wifi esebenza ngokukhawuleza nenendawo yokusebenzela.

Ukhangela iindawo ekukho umntu oncedisayo kuzo?

UAirbnb uneeflethi okanye izindlu ezikwi-complex ezilungele abasebenzi, iinkampani nabantu abafuna ukufuduka.

Hlala kufuphi nezona ndawo zintle zaseGmina Łapsze Niżne

I-Czorsztyn Castlebayi 14 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iziko leNiedzica-Zamek Dunajecbayi 7 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Przełom Białkibayi 5 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Idam yezemidlalo ye-Czorsztynskiebayi 9 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Iplaza Zamajerzbayi 3 abantu basekuhlaleni abayincomayo
Ośrodek Narciarski Czorsztyn SKIbayi 4 abantu basekuhlaleni abayincomayo

Iindawo onokuya kuzo

* Kusenokubakho ezinye izinto ezingafakwanga kwiindawo ezithile okanye kwizindlu ezithile.